John 19:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa lapo ngoko, ngenxa yemini yokulungiselela yama‐Juda, kuba libe likufupi incw̔aba elo, bambeka u‐Yesu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYesu ngoko bambeka khona apho, ngenxa yemini yokulungiselela kwamaYuda; ngokuba ingcwaba belikufuphi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYesu ngoko bambeka khona apho, ngenxa yemini yokulungiselela kwamaYuda; kuba ingcwaba belikufuphi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ke bamngcwaba kweli ngcwaba lilelona likufutshane, kuba *uMhla wokuPhumla wawuselusondele.