John 19:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
(Wapuma ngoko u‐Yesu ngapandle, esambete isitsaba semitolo, nengubo ebomvu.) Waza wati kubo: Nanku umntu ke!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma phandle ngoko uYesu, enxibe isithsaba sameva nengubo ebomvu; athi uPilato kubo, Nanko umntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma phandle ngoko uYesu, enxibe isithsaba sameva nengubo ebomvu; Athi kubo uPilato, Nanko umntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphuma ke uYesu, ethwele isithsaba sameva, ambethe ingubo ebomvu. UPilato wathi kumaJuda: “Nanko ke!”