John 19:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wabuya wangena endlwini yenkosi, wati ku‐Yesu: Uvela pina? Kodwa u‐Yesu akamnika mpendulo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabuya wangena endlwini yerhuluneli, wathi kuYesu, Ungowaphi na wena? Ke uYesu akamphendulanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabuya wangena endlwini yerhuluneli, wathi kuYesu, Ungowaphi na wena? Akaphendula ke uYesu kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
waphinda wangena ngaphakathi, wathi kuYesu: “Uvela phi wena?” Kodwa uYesu akamphendulanga.