John 2:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kuye: Bonke abantu bayabeka iveyine elungileyo kuqala; bati xeshekweni kukolisile ukuselwa, bandule babeke leyo imbi kuyo: wena uyigcinile iveyine elungileyo kwada kwakaloku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yathi kuye, Wonke umntu ubeka kuqala iwayini emnandi, aze xa bathe basela bakholisa, andule ukubeka enganeno kwaleyo;wena uyibandezile iwayini emnandi, kwada kwangoku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yathi kuye, Wonke umntu ubeka kuqala iwayini emnandi, aze akhuphe iwayini emnandi; 22 Xa bathe basela bakholisa, andule ukubeka enganeno kwaleyo; wena uyibandezile iwayini emnandi, kwada kwangoku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
yathi kuye: “Idla ngokukhutshwa kuqala iwayini elungileyo, kuthi zakuba zisele zanela iindwendwe, kukhutshwe enganeno. Kodwa wena uyigcine kwada kwangoku eyona wayini ilungileyo.”