John 2:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Oku ukuqala kwemimangaliso yake wakwenza u‐Yesu e‐Kana yase‐Galili, wabonakalisa ubungewalisa bake; baza bakolwa kuye abadisipile bake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oku kuqaleka kwemiqondiso wakwenza uYesu eKana yelaseGalili, walubonakalalisa Uzuko lwakhe; bakholwa kuye abafundi bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lo mqondiso wakhe wokuqala uYesu wawenza eKana yelaseGalili, walubonakalalisa uzuko lwakhe; bakholwa kuye abafundi bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Lo mqondiso wakhe wokuqala uYesu wawenza eKana kwelaseGalili, ebonakalisa ubungangamsha bakhe; baza abafundi bakhe bakholwa kuye.