John 2:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula apendula ama‐Juda ati kuye: Ngumqondiso mnina usibonisa wona, usenza ezizinto nje?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aphendula ke ngoko amaYuda, athi kuye, Usibonisa mqondiso mni na, uzenza nje ezi zinto?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aphendula ke ngoko amaYuda, athi kuye, Usibonisa mqondiso mni na, uzenza nje ezi zinto?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zambuza ke iinkokheli zamaJuda zisithi: “Ùngenza mqondiso mni na wokusibonisa ukuba unalo igunya lokwenza ezi zinto?”