John 2:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Andula ati ama‐Juda: Yiminyaka emashumi mane anamitandatu itempile le ibisakiwa ngayo; nawe woyimisa pakati kwentsuku ntatu na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi ke ngoko amaYuda, Yayiminyaka imashumi mane anesithandathu nje isakhiwa le tempile, ke wena woyivusa ngeentsuku ezintathu na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi ke ngoko amaYuda, Yayiminyaka imashumi mane anesithandathu nje isakhiwa le tempile, ke wena woyivusa ngeentsuku ezintathu na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Aza athi amaJuda: “Ukwakhiwa kwale ndlu kwaba yiminyaka emashumi mane anesithandathu. Ngaba wena ungayivusa na ngeentsuku ezintathu?”