John 2:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Yesu ngokwake ebengazinikeli kubo, ngenxa yokuba ebesazi abantu bonke,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke yena uYesu akaziyekelanga kubo, ngenxa yokuba ebazi bonke;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke yena uYesu akaziyekelanga kubo, ngenxa yokuba ebazi bonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa uYesu yena ebengathembelanga kubo, kuba ebazi bonke abantu.