John 2:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nangokuba ebengasweli ukuba kunqi̔nwe mntu ngoluntu; kuba ebesazi ngokwake oko kube kuko ebantwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nangokuba bekungafuneki kuye, ukuba kungqine bani ngaye umntu, kuba ubekwazi yena okungaphakathi komntu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakungekho mfuneko yakuba kungqine bani ngomntu, kuba ubekwazi yena okungaphakathi komntu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakungekho mfuneko yakuba kubekho bani umxelelayo ngomntu, kuba yena ezazi iintliziyo zabantu.