John 2:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwati kwakupela iveyine, wati unina ka‐Yesu kuye: Abanaveyine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe ke, bakuphelelwa yiwayini, wathi unina kaYesu kuye, Abanawayini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yakuphela iwayini, wathi unina kaYesu kuye, Abanawayini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yakuphela iwayini, unina kaYesu wathi kuye: “Baphelelwe yiwayini.”