John 20:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zaza zati zona kuye: Mfazi! ulilela nina? Wati kuzo: Kuba beyisusile inkosi yam, ndingazi ke bayibekile pina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Zithi zona kuye, Mfazi, ulilelani na? Athi kuzo;Bayisusile iNkosi yam; andazi apho bayibeke khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Zithi zona kuye, Mfazi, ulilelani na? Athi kubo, Ngokuba bayithathile iNkosi yam; andazi apho bayibeke khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zathi ke kuye: “Ulilela ntoni?” Wathi kuzo: “Ithathiwe iNkosi yam. Andazi nokuba ibekwe phi na.”