John 20:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu kuye: Mfazi! ulilela nina? ufuna banina? Yena eba ungumlimi womyezo, wati kuye: Nkosi! ukuba uyisusile apa, ndixelele apo uyibekile pina, ndaudiya kuyitabata.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi uYesu kuye, Mfazi, ulilelani na? ufuna bani na? Yena, esiba ngumgcini-myezo, uthi kuye, Nkosi, ukuba umsusile apha, ndixelele apho umbeke khona; mna ndiye kumthabatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uYesu kuye, Mfazi, ulilelani na? ufuna bani na? Yena, esiba ngumgcini-myezo, uthi kuye, Nkosi, ukuba umsusile apha, ndixelele apho umbeke khona; mna ndiye kumthabatha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuye uYesu: “Ulilela ntoni, wethu? Ufuna bani?” Ecinga ukuba ngumgcini-sitiya, wathi kuye: “Ndixelele, mnumzana, apho umbeke khona, ukuba umsusile, ze ndiye kumthatha.”