John 20:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu kuye: Mariya! Wajika yena, wati kuye: Raboni! (oko kukuti: Mfundisi!)
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi uYesu kuye, Mariya! Wajika yena wathi kuye, Rabhoni!(oku kukuthi, Mfundisi).
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uYesu kuye, Mariya. Wajika ke, wathi kuye, Rabhoni; oko kukuthi, Mfundisi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuye uYesu: “Mariya!” Waguqukela kuye, wathi kuye ngesiHebhere: “Rabhoni,” oko kukuthi: “Mfundisi.”