John 20:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Weza u‐Mariya wase‐Magadala washumayela kubadisipile okokuba uyibonile inkosi, nokuba yateta ezizinto kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Afike uMariya waseMagadala, ababikele abafundi ukuba uyibonile iNkosi; yathetha ezi zinto kuye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Afike uMariya waseMagadala, ababikele abafundi ukuba uyibonile iNkosi; yathetha ezi zinto kuye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko uMariya waseMagadala waya kubaxelela abafundi ukuba uyibonile iNkosi, waza wabaxelela nomyalezo wayo.