John 20:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Tomasi, omnye wakubo abalishumi linababini, o‐kutiwa ngu‐Didimusi, ebengeko nabo oko wezayo u‐Yesu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uTomas, omnye kwabalishumi elinababini, okuthiwa nguDidimo, wayengenabo oko wafikayo uYesu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa uTomas, omnye kwabalishumi elinababini, okuthiwa nguDidimo, wayengenabo oko wafikayo uYesu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UTomas, omnye wabafundi abalishumi elinambini, lo kuthiwa nguWele, wayengekho phakathi kwabafundi ukufika kukaYesu kubo.