John 20:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu kuye: Ngokokuba undibonile, Tomasi! ukoliwe: banetamsanqa abo abangabonanga, kanti bakoliwe noko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi uYesu kuye, Ngokuba undibonile, Tomas, ukholiwe.Banoyolo abo bangabonanga, bakholwa noko.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uYesu kuye, Ngokuba undibonile, Tomas, ukholiwe. Banoyolo abo bangabonanga, bakholwa noko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuye uYesu: “Uyakholwa ngoku, kuba undibonile? Hayi uyolo lwâbo bakholwa bengandibonanga!”