John 20:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapuma ngoko u‐Petrosi, nalomdisipile omnye, baya ukuya encw̔abeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ngoko uPetros nomnye umfundi lowo, besiya engcwabeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma ngoko uPetros nomnye umfundi lowo, besiya engcwabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Banduluka ke uPetros nomnye umfundi lowo, baya kufika engcwabeni.