John 20:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kodwa iba̔liwe le, ukuze nikolwe ukuba u‐Yesu unguye u‐Kristu, unyana katixo; nokuze niti nikolwa nibe nobomi egameni lake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kodwa le ibhalelwe ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKristu, uNyana kaThixo, nokuze nithi, nikholwa, nibe nabo ubomi egameni lakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kodwa le ibhalelwe ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye uKristu, uNyana kaThixo, nokuze nithi, nikholwa, nibe nabo ubomi egameni lakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ezi ke izinto zibhalelwe ukuze nikholwe ukuba uYesu unguye *uKrestu, uNyana kaThixo; nokuze nithi nikholwa, nibe nobomi ngenxa yegunya legama lakhe.