John 20:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ngoko wangena nalomdisipile omnye, lowo wafika tanci encw̔abeni, wabona naye, wakolwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wandula ngoko wangena nomnye umfundi, lowo ubefike kuqala engcwabeni, wabona, wakholwa;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wandula ngoko wangena nomnye umfundi, lowo ubefike kuqala engcwabeni, wabona, wakholwa;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wangena ke naloo mfundi obefike kuqala engcwabeni. Akukhangela wakholwa.