John 21:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
EMVENI kwezizinto wabuya wazibonakalisa u‐Yesu kubadisipile, ngaselwandle lwase‐Tiberiyasi: kwaye kunje ke ukuzibonakalisa kwake:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emva koko waphinda uYesu wazibonakalalisa kubafundi ngaselwandle lwaseTibheriya. Wenjenje ke ukuzibonakalalisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko waphinda uYesu wazibonakalalisa kubafundi ngaselwandle lwaseTibheriya, wazibonakalisa ngale ndlela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uYesu waphinda wazibonakalisa kubafundi bakhe ngakuLwandle lwaseTibheriya. Kwahamba ngolu hlobo ukuzibonakalisa kwakhe: