John 21:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kuye ngokwesitatu: Simone, nyana ka‐Jona! uyanditanda na? Waba lusizi u‐Petrosi ukuba wati kuye ngokwesitatu: Uyanditanda na? Waza wati kuye: Nkosi! uyazazi zonke izinto; uyazi ukuba ndiyakutanda. Wati u‐Yesu kuye: Dlisa izimvu zam ukutya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi kuye okwesithathu, Simon kaYona, uyandithanda na?Waba buhlungu uPetros, kuba ethe kuye okwesithathu, Uyandithanda na? Wathi kuye, Nkosi, uyazazi izinto zonke wena;uyaqonda wena ukuba ndiyakuthanda. Athi uYesu kuye, Dlisa izimvu zam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi kuye okwesithathu, Simon kaYona, uyandithanda na? Waba buhlungu uPetros, kuba ethe kuye okwesithathu, Uyandithanda na? Wathi kuye, Nkosi, uyazazi zonke izinto wena; uyaqonda wena ukuba ndiyakuthanda. Athi uYesu kuye, Dlisa izimvu zam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kuye okwesithathu uYesu: “Simon, nyana kaYohane, uyandithanda na?” Wev' intw' embi uPetros ebuzwa okwesithathunje nguYesu esithi: “Uyandithanda na?” Waza wathi kuYesu: “Nkosi, izinto zonke uyazazi; uyazi ukuba ndiyakuthanda.” Wathi kuye uYesu: “Yondla iigusha zam.