John 21:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kubo u‐Simone Petrosi: Ndiyahamba ukuya kuloba intlanzi. Bati kuye: Siyeza nati kunye nawe. Bapuma ke, baya bangena enqanaweni kwa oko; kanti ngobobusuku ababamba nto.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi uSimon Petros kubo, Ndiya kubambisa iintlanzi. Bathi kuye, Nathi siyaya nawe. Baphuma bangena emkhombeni kwaoko.Ngobo busuku ababamba nto.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi uSimon Petros kubo, Ndiya kubambisa iintlanzi. Bathi kuye, Nathi sihamba nawe. Baphuma, bangena emkhombeni kwaoko; ababamba nto ngobo busuku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza wathi kubo uSimon Petros: “Ndisaya kuloba.” Baza bathi kuye: “Nathi sohamba nawe.” Baya ke bekhwele isikhitshana, kodwa àbabamba nto ngobo busuku.