John 21:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ngoko umdisipile lowo obetandwa ngu‐Yesu ku‐Petrosi: Yiyo inkosi. Wandula u‐Simone Petrosi, akuva ukuba yiyo inkosi, wazibinqa ngengubo yake yapezulu, (ngokuba ebeze,) waziwisa elwandle.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Athi ngoko loo mfundi ubethandwa nguYesu kuPetros, YiNkosi.Uthe ngoko uSimon Petros, akuva ukuba yiNkosi, wabhinqa ingubo yokwaleka (kuba ebeze), waziphosa elwandle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Athi ngoko loo mfundi ubethandwa nguYesu kuPetros, YiNkosi. Uthe ngoko uSimon Petros, akuva ukuba yiNkosi, wabhinqa ingubo yokwaleka (kuba ebeze), waziphosa elwandle.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko loo mfundi obethandwa nguYesu wathi kuPetros: “YiNkosi!” USimon Petros, akuva ukuba yiNkosi le, wazithi wambu ngengubo, kuba wayetyedile, watsho waziphosa emanzini.