John 21:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa abanye abadisipile beza ngomkombe, (ngokuba bebengekude nomhlaba, bebengati bazikubite ezimakulu mabini ukuba kude kwabo,) ber̔ola utambo lunentlanzi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku abanye abafundi beza ngomkhonjana (kuba bebengemgama emhlabeni, ngathi bebekubhite zimakhulu mabini), bewuzizilizisa umnatha weentlanzi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke bona abanye abafundi beza ngenqanawa; kuba bebengemgama emhlabeni, ngathi bebekubhite ezimakhulu mabini, bewurhuqa umnatha weentlanzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke bona abanye abafundi baya elunxwemeni ngesikhitshana, bawurhuqa umnatha, uzele ziintlanzi. Kwakumalunga neemitha ezilikhulu ukuya elunxwemeni.