John 3:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okolwayo kuye akanakugwetywa; kodwa ongakolwayo usel’ egwetyiwe, ngokokuba engakolwanga egameni lonyana okupela kwozelweyo katixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo ukholwayo kuye, akagwetywa; ke lowo ungakholwayo, uselegwetyiwe, ngokuba engakholwanga kwigana loNyana okuphela kwamzeleyo uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ukholwayo kuye, akagwetywa; ke lowo ungakholwayo, uselegwetyiwe, ngokuba engakholwanga kwigana loNyana okuphela kwamzeleyo uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Lowo uzinikelayo kuNyana kaThixo akagwetywa; kodwa lowo ungazinikeliyo selegwetyiwe, kuba engakholwa kuNyana kaThixo okuphela kwakhe.