John 3:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kuko oku ke okugwebayo, ukuba ukukanya kungenile elizweni, kanti abantu babutanda ubumnyama ngapezu kwako ukukanya; ngokuba imisebenzi yabo ibikohlakele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, umgwebo nguwo lo, ukuba ukhanyiso lufikile ehlabathini, baza abantu bathanda ubumnyama ngaphezu kokhanyiso; kuba imisebenzi yabo ingendawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, umgwebo nguwo lo, ukuba ukhanyiso lufikile ehlabathini, baza abantu bathanda ubumnyama ngaphezu kokhanyiso; kuba imisebenzi yabo ingendawo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Imbangi yesi sigwebo nantsi: Ukukhanya kufikile ehlabathini, baza abantu bathanda ubumnyama ngaphezu kokukhanya, kuba izenzo zabo zikhohlakele.