John 3:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba lowo usukuba ekwenza okubi ekutiya ukukanya, engezi ekukanyeni kanjako, ukuze imisebenzi yake ingohlwaywa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba bonke abenza okubi, bayaluthiya ukhanyiso, bangezi elukhanyisweni, ukuze imisebenzi yabo ingohlwaywa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba bonke abenza okubi, bayaluthiya ukhanyiso, bangezi elukhanyisweni, ukuze imisebenzi yabo ingohlwaywa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kakade wonke umenzi wenkohlakalo ukuthiyile ukukhanya. Akasondeli nokusondela ekukhanyeni, hleze izenzo zakhe zivele.