John 3:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa lowo uyenza inyaniso uyeza ekukanyeni, ukuze imisebenzi yake ibonakaliswe, ukuba yenziwe kutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke lowo uyenzayo inyaniso uyeza elukhanyisweni, ukuze imisebenzi yakhe ibonakalaliswe; ngokuba isetyenzelwe kuThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke lowo uyenzayo inyaniso uyeza elukhanyisweni, ukuze imisebenzi yakhe ibonakalaliswe; ngokuba isetyenzelwe kuThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke lowo ungowenyaniso uyeza ekukhanyeni, ukuze abonakale ngezenzo zakhe ukuba umthobele uThixo.”