John 3:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
EMVENI kwezizinto weza u‐Yesu nabadisipile bake ezweni le‐Judeya; wahlala nabo apo ke, wabapitizesha.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Emveni kwezi zinto, weza uYesu nabafundi bakhe emhlabeni wakwaYuda; wakha walibala khona apho nabo; wabhaptiza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni kwezi zinto, weza uYesu nabafundi bakhe emhlabeni wakwaYuda; walibala khona apho nabo, wabhaptiza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko uYesu nabafundi bakhe baya kummandla wakwaJuda; waza uYesu waba nexesha ekunye nabo apho, ebhaptiza.