John 3:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye kekaloku no‐Johane ebapitizesha e‐Enoni kufupi ne‐Salime, kuba bekuko amanzi amaninzi kona: baye besiza abantu, babapitizeshwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waye ke noYohane ebhaptiza e-Enon, kufuphi neSalem, ngokuba amanzi abemaninzi khona apho; babesiza ke babhaptizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waye ke noYohane ebhaptiza e-Enon, kufuphi neSalem, ngokuba amanzi abemaninzi khona apho; babesiza ke babhaptizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYohane naye wayebhaptiza e-Enon, kufuphi neSalem, kuba amanzi ebemaninzi apho. Abantu babesiya kuye, ababhaptize.