John 3:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza beza ku‐Johane, bati kuye: Rabi! lowo ubenawe pesheya kwe‐Yoredane, omnqi̔neleyo wena, kangela, yena lo uyabapitizesha, bati bonke beze kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Beza kuYohane, bathi kuye, Rabhi, lowa wayenawe phesheya kweYordan, umngqinela, yabona, yena uyabhaptiza; beza kuye ke bonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Beza kuYohane, bathi kuye, Rabhi, lowa wayenawe phesheya kweYordan, umngqinela, yabona, yena uyabhaptiza; beza kuye ke bonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baya kuYohane ke, bathi kuye: “Mfundisi, laa mntu wayekunye nawe phesheya kweJordan, lowa umngqineleyo, úyabhaptiza, kwaye baya kuye bonke abantu.”