John 3:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
noko akubonileyo wakuva, oku uyakunqi̔nela; nokunqi̔na kwake akuko mntu okwamkelayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
akubonileyo ke wakuva, uyakungqina oko; akukho bani ubamkelayo ubungqina bakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
akubonileyo ke wakuva, uyakungqina oko; akukho bani ubamkelayo ubungqina bakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yena ungqina ngako oko akubonileyo nakuvileyo, kanti noko akukho bani ubamkelayo ubungqina bakhe.