John 3:36 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okolwayo kunyana, unobomi obungunapakade; kodwa lowo ungakolwayo kunyana, akayi kubona ubomi, koko ingqumbo katixo ihlala pezu kwake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Lowo ukholwayo kuNyana, unobomi obungunaphakade; ke lowo ungamviyo uNyana, akayi kubona bomi; ingqumbo kaThixo ihleli phezu kwakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lowo ukholwayo kuNyana, unobomi obungunaphakade; ke lowo ungamviyo uNyana, akayi kubona bomi; ingqumbo kaThixo ihleli phezu kwakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Othe wakholwa kuNyana, unobomi obungonaphakade. Othe akamthobela uNyana, akayi kubona bomi; ingqumbo kaThixo ihlala ihleli phezu kwakhe.”