John 3:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Nikodemo kuye: Angati nina umntu ukuzalwa akuba mdala? angangena esizalweni sonina ngokwesibini na, azalwe ke?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthi uNikodemo kuye, Angathini na umntu ukuzalwa emdala?Angaba nako yini na ukungena okwesibini esizalweni sonina azalwe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthi uNikodimo kuye, Angathini na umntu ukuzalwa emdala? Unokungena okwesibini na esizalweni sikanina, azalwe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNikodimo wathi kuye: “Angáthini na ukuzalwa umntu oselemdala? Kaloku akangekhe aphindele esizalweni sikanina, aze azalwe kwakhona.”