John 3:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Yesu ukupendula: Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuwe: Xeshekweni umntu angazalwanga ngamanzi na ngumoya, akangangene ebukumkanini bukatixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi, Inene, inene, ndithi kuwe, Ukuba umntu akathanga azalwe ngamanzi nanguMoya, akanakungena ebukumkanini bukaThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi, Inene, inene, ndithi kuwe, Ukuba umntu akathanga azalwe ngamanzi nanguMoya, akanakungena ebukumkanini bukaThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uYesu, wathi: “Ndithi kuwe, inene, ukuba umntu akathanga azalwe ngamanzi nanguMoya kaThixo, akanakulawulwa nguThixo.