John 3:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okuzelweyo yinyama, kuyinyama; nokuzelweyo ngumoya, kungumoya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Okuzelwe yinyama kuyinyama, nokuzelwe nguMoya kungumoya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oko kuzelwe yinyama kuyinyama; Oko kuzelwe nguMoya kungumoya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Okuzalwa yinyama negazi kuyinyama negazi; okuzalwa nguMoya kunguMoya.