John 3:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umoya uyavutela apo utanda ukuvutela kona, nesandi sawo uyasiva; koko ungazi ukuba uvela pina, nokuba usinga pina: unjalo osukuba ezelwe ngumoya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umoya uphepheza apho uthanda khona, uze usive isandi sawo, kodwa ungawazi apho uvela khona, nalapho usinga khona:bakwanjalo bonke abazelwe nguMoya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umoya uphepheza apho uthanda khona, ùsive isandi sawo, kodwa ungawazi apho uvela khona, nalapho úya khona: bakwanjalo bonke abazelwe nguMoya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umoya uphephezela apho uthanda khona, ùsive isandi sawo, kodwa ùbe ungawazi apho úvela khona nalapho úya khona. Bakwanjalo ke bonke abazelwe nguMoya kaThixo.”
Recommended Reading