John 4:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
umkulu wena kubawo wetu u‐Yakobi na, owasipa eliqula, wasela kulo yena ngokwake, nosapo lwake, nenkomo zake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena umkhulu yini na kunobawo wethu uYakobi, owasinikayo iqula eli, wayesela kulo yena, nabantwana bakhe, nemfuyo yakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena umkhulu yini na kunobawo wethu uYakobi, owasinikayo iqula eli, wayesela kulo yena, nabantwana bakhe, nemfuyo yakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba wena umkhulu na kunokhokho wethu uYakobi, owasinika eli qula, awayesela kulo ngokwakhe kwakunye noonyana bakhe nempahla yakhe?”