John 4:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula u‐Yesu wati kuye: Osukuba esela kuwo amanzi la, wobuya anxanwe:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula uYesu wathi kuyo, Bonke abasela kula manzi, baya kubuya banxanwe;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula uYesu wathi kuyo, Bonke abasela kula manzi, baya kubuya banxanwe;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula uYesu wathi kuye: “Bonke abasela kula manzi baya kubuya banxanwe.