John 4:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Obawo betu babedesha kulentaba; nani niti ise‐Yerusaleme indawo apo kufanele ukubedesha kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oobawo bethu babenqula kule ntaba; nina ke nithi iseYerusalem indawo apho abantu bamelwe kukunqula khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oobawo bethu babenqula kule ntaba; nina ke nithi iseYerusalem indawo apho abantu bamelwe kukunqula khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ookhokho bethu, thina maSamariya, babenqula uThixo kule ntaba. Ke nina maJuda nithi iseJerusalem indawo apho abantu bamelwe kukumnqula khona uThixo.”