John 4:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nina niyabedesha eningakwaziyo: tina siyabedesha esikwaziyo; ngokuba usindiso luvela kuma‐Juda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nina ninqula eningakwaziyo; thina sinqula esikwaziyo;ngokuba usindiso luphuma kumaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nina ninqula eningakwaziyo; thina sinqula esikwaziyo, ngokuba usindiso luphuma kumaYuda.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nina maSamariya ninqula eningakwaziyo. Thina maJuda sinqula esikwaziyo, kuba kakade kukwaJuda apho usindiso luphuma khona.