John 4:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo ungumoya; nabo bambedeshayo, bafanele ukubedesha ngomoya nangenyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo unguMoya; abo ke bamnqulayo bamelwe kukumnqula ngoMoya nangenyaniso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo unguMoya; abo ke bamnqulayo bamelwe kukumnqula ngoMoya nangenyaniso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo unguMoya; abo ke bamnqulayo kufuneka bamnqule ngoMoya benyanisekile.”