John 4:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
washiya i‐Judeya, wabuya wemkela e‐Galili.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yalishiya yona elakwaYuda, yabuya yaya kwelaseGalili.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yalishiya yona elakwaYuda, yabuya yaya kwelaseGalili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yoko uYesu wemka kwelakwaJuda, wabuyela kwelaseGalili.