John 4:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku pakati kwoku abadisipile bake bebemtandaza, besiti: Rabi! yidla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, kweso sithuba abafundi babemthandaza, besithi, Rabhi, yidla.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku ngelo xesha abafundi babemthandaza, besithi, Rabhi, yidla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngeli thuba abafundi bakaYesu babembongoza besithi: “Mfundisi, nantsi into etyiwayo!”