John 4:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko wati kubo: Mna ndinokutya ndikudle, eningakwaziyo nina.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uthe ke yena kubo, Mna ndinokudla endikudlayo, eningakwaziyo nina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uthe ke yena kubo, Mna ndinokudla endikudlayo, eningakwaziyo nina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yena wathi kubo: “Mna ndinokutya eningakwaziyo nina.”