John 4:39 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku ama‐Samariya amaninzi akwesosixeko akolwa kuye, ngenxa yelizwi lomfazi obenqi̔na ngokuti: Wandixelela zonke izinto endike ndazenza.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, kwakholwa kuye into eninzi yamaSamariya kuloo mzi, ngenxa yelizwi lentokazi leyo, yangqinayo yathi, Undityele izinto zonke endakha ndazenza.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, kwakholwa kuye into eninzi yamaSamariya kuloo mzi, ngenxa yelizwi lentokazi leyo, yangqinayo yathi, Undityele izinto zonke endakha ndazenza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Into eninzi yamaSamariya aloo dolophu yakholwa kuYesu, yakuva intetho yaloo mfazi ethi: “Undixelele zonke izinto endakha ndazenza.”