John 4:40 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo xeshekweni ama‐Samariya atika kuye, ebemtandaza ukuba ahlale kuwo; waza wahlala kona intsuku zambini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Akufika ngoko kuye amaSamariya, amcela ukuba ahlale nawo;wahlala khona ke imihla emibini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Akufika ngoko kuye amaSamariya, amcela ukuba ahlale nawo; wahlala khona ke imihla emibini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Athe ke amaSamariya akufika kuYesu, ambongoza ukuba ahlale nawo; waza wahlala khona apho iintsuku zambini.