John 4:42 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ati kumfazi: Akusengenxa yokuteta kwako sikolwayo; ngokuba sivile tina ngokwetu, sazi nokwazi ukuba lo unguye ngenyaniso umsindisi welizwe, u‐Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kanjalo babesithi kwintokazi leyo, Asisakholwa ngenxa yokuthetha kwakho, kuba sizivele thina ngokwethu, sazi ukuba, inyaniso, lo unguye uMsindisi wehlabathi, uKristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wayesithi kwintokazi leyo, Asisakholwa ngenxa yokuthetha kwakho, kuba sizivele thina ngokwethu, sazi ukuba, inyaniso, lo unguye uMsindisi wehlabathi, uKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
baza bathi kumfazi lowo: “Asisakholwa ngenxa yokuthetha kwakho. Thina sikholwa kuba sizivele ngokwethu, saqonda ukuba ngenene lo nguye uMsindisi wehlabathi.”