John 4:43 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kekaloku emveni kwezontsuku mbini wapuma kona, wemka waya e‐Galili.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku, emveni kwemihla emibini leyo, waphuma khona, wemka waya kwelaseGalili.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, emveni kweentsuku ezimbini, waphuma khona, wemka waya kwelaseGalili.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva kweentsuku ezimbini uYesu wemka apho, waya eGalili.