John 4:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba u‐Yesu ngokwake ebenqi̔nele ukuba umprofite akanakubekwa emzini wakowabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba uYesu ngokwakhe wangqina, ukuba umprofeti akanambeko kowabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba uYesu ngokwakhe wangqina, ukuba umprofeti akanambeko kowabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu ngokwakhe wayetshilo ukuthi *umshumayeli akenzelwa mbeko kowabo,